Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting:...

24
1 Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane

Transcript of Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting:...

Page 1: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

1Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane

Page 2: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade
Page 3: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

Incwadi yabantwantwana base Mzantsi Afrika

Esisifo sichasane naso elizweni jikelele kodwa sizakudlula. Okwangoku kufuneka siqhelane

neendlela izintsha zokuziphata njengokuzahlula xa sisendaweni enye singasondelelani kwaye

sihlambe izandla qho xa singena naxasiphuma ezindlini.

Page 4: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

UDuma Uthi: Hlamba izandla zakho, unxibe imaski!

Copyright © Nathi Ngubane; All rights reserved

First Published in South Africa by Social Bandit Media in 2020

Edited by Azad Essa

Copy editing & typesetting: Samina Anwary

ISBN:

Page 5: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

5

Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade wethu uZintle oneminyaka elishumi nantathu, ubhuti wam uWandile uneminyaka emithandathu kunye noMama,

uTata nenja yethu, uBhubesi.

Page 6: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

6

Oko kuvele intsholongwane ye-Corona, ubomi bethu butshintshile. Intsholongwane incinci injalo

inokusigulisa kakhulu xa singalumkanga.

Page 7: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

7

Ndilusizi kuba andikwazi ukudlala nezihlobo zam. NoWandile ulusizi ngoba akasaziboni izihlobo zakhe.

uZintle naye ukhathazekile kuba uqhele ukwabelana neetshomi zakhe ngamafutha okuhombisa umlomo.

Page 8: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

8

uMama ungumcocisi esibhedlele edolophini. uTata yena uthengisa iziqhamo kunye nemifuno edolophini. Xa besemsebinzini abazali bethu sihoywa nguZintle ekhaya.

Page 9: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

9

Ummelwane wethu, simbiza uGogo. Mdala kakhulu kwaye unesifo sentliziyo. Akukho mntu ovunyelweyo

ukusondela kuye. Lentsholongwane yingozi mpela ebantwini abadala. Asifuni ukumgulisa.

Page 10: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

10

uMama uye adlule kuGogo xa ephuma emsebenzini umphathela iziqhamo. Uye azishiye emnyango

iziqhamo zikaGogo kuba engenakungena endlini.

Page 11: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

11

Ngeenstasa uZintle uvuka ayolanda amanzi empompeni yasenginqgini. Abanye abantu suke

benxibe imaski, abanye bengazinxibanga. uZintle usebenzize iqhiya yakhe wazenzela imaski.

Page 12: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

12

Qho ngexesha lesidlo sasebusuku umama usikhumbuza ngento ayive esibhedlele. “Hlamba izandla zakho ngesepha

kangangemizuzwana angamashumi amabini. Yoqguma umlomo wakho xa ukhohlela” . uMama utsitsa isibulali ntsholongwane

asifumane emsebenzini ezandleni zethu emva kokuhlamba izandla.

Page 13: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

13

Kwathi ngenye imini uZintle wafumana icebo elihle wathi “ Ndizakuthunga iimaski ukwenzela abantu abangenazo

eluntwini.” Ndaphendula mna ndathi, “Ngumbono omhle lowo, masixelele uMama noTata ubuya kwabo emsebenzini.”

Page 14: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

14

Emveni koko, wabuya uMama noTata ekhaya, sabaxelela ngombono omhle ka Zintle. “Ngumbono olungileyo lowo mntana wam”, watsho uTata wabe

noMama evumelana naye. “Ndizakucela ibandla lecawe yethu lisinike amalaphu okwenza iimaski,

kwaye singacela noGogo ukuba asincendise.

Page 15: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

15

Ngemini elandelayo, omama basecaweni bafika ekhaya besiphatele amalaphu anemibala aqgamileyo nemitya.

uZintle uye wayokushiya ingxowa enamalaphu nemitya ngaphandle komyango kaGogo. Ushiye kunye nomyalezo obhaliweyo ecela uGogo asincedise ngokuthunga iimaski.

Page 16: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

16

uZintle waqala ukuthunga iimaski simbukele sinoWandile. uZintle ngumntu okwaziyo ukuthunga kwaye

uyakhawuleza. Mna no Wandile sasimbukela sizama ukubala iimaskhi asiqgibileyo. ‘Inye.... Zimbini... Zintathu...

Zine...” Kodwa zazinintsi kakhulu ukuba zingabalwa!

Page 17: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

17

uZintle no Gogo benze iimaski ezinintsi kakhulu! uMama noTata babezingce kakhulu.

Page 18: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

18

Ngosuku olulandelayo, uMama noTata babengazuya emsebenzini. Babehamba bephisa ngeemaski

zikaZinhle noGogo ezazintle kwaye zincomeka. Ngeloxesha uZintle wayehamba etsitsa izandla zabantu

nge isibulali ntsholongwane sikamama wakhe.

Page 19: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

19

Ngoku xa uZintle esiya kukha amanzi, wonke umntu unxibe imaski. Wonke umntu uziva ekhuselekile ngoku.

Page 20: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

20

Ngobo busuku, uMama wasikhumbuza. “Bantwana, senza ntoni emva kokuba siphathe yonkinto

nangaphambi kokuba sitye? “Hlamba izandla zakho imizuzwana engamashumi amabini ngesepha usebenzise isibulali ntsholongwane emva koko!”

uWandile wakhwaza. “Ewe, bantwana bam, hlalani nicocekile kwaye nisempilweni”

watsho uMama.

Hlamba izandla

Page 21: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

21

Hlamba izandla

Page 22: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

22

Umbulelo

Ndithanda ukubulela umhlobo wam uAzad Essa ngenkxaso yakhe kunye nenkuthazo efezekise lencwadi.

Ndibulela nabalandelayo: uKarabo Kgoleng, Shafinaaz Hassim, Dr. Sameera Essa, Dr Shenaaz Essa, Zukiswa Wanner no Thabiso Mahlape

ngokusinika iingcebiso ezibalulekileyo nenkokhelo.

Okokugqibela, lencwadi ibingenakuba igqutyiwe ngaphandle kwenkxaso ka Samina Anwary ofake inxaxheba ekukhangelekeni

kwalencwadi.

Page 23: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade
Page 24: Ibhaliwe kwaye yaboniswa ngu Nathi Ngubane 1 · Edited by Azad Essa Copy editing & typesetting: Samina Anwary ISBN: 5 Igama lam ndinguDuma. Ndineminyaka elishumi. Ndihlala nodade

UDuma uneminyaka elishumi. Uluntu lwangakowabo luchaphazelwe kakhulu

yintsholongwane ye- Corona. Udade kaDuma, uZintle, uza necebo lokunceda abantu

basekuhaleni baziphephise kwi-Corona.